1 Kronike 22:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kwanga uYehova angakunika ingqiqo nokuqonda,+ xa ekunika igunya phezu koSirayeli ukuze uwugcine umthetho kaYehova uThixo wakho.+
12 Kwanga uYehova angakunika ingqiqo nokuqonda,+ xa ekunika igunya phezu koSirayeli ukuze uwugcine umthetho kaYehova uThixo wakho.+