-
1 Kronike 22:18IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
18 “Akakho kunye nani na uYehova uThixo wenu, ibe akaninikanga kuphumla macala onke na? Kuba wabanikela kum abantu abahlala kwelo lizwe, yaye loyiswa ilizwe phambi koYehova naphambi kwabantu bakhe.
-