19 Ngoko zimiseleni ngeentliziyo zenu zonke nangemiphefumlo yenu yonke ukuba nifune uYehova uThixo wenu,+ nize niqalise ukwakha ingcwele kaYehova uThixo wokwenene,+ ukuze nizise ityeya yesivumelwano kaYehova nezinto ezingcwele zoThixo wokwenene+ endlini eyakhelwe igama likaYehova.”+