-
1 Kronike 23:32IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
32 Babesenza nemisebenzi yabo kwintente yokuhlangana nakwindawo engcwele. Babencedisa nabantakwabo, oonyana baka-Aron endlini kaYehova.
-