-
1 Kronike 24:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Ekubeni oonyana bakaEleyazare babenamadoda aziintloko amaninzi kunoonyana bakaItamare, babahlula ngale ndlela: Koonyana bakaEleyazare bayi-16 ababa ziintloko zezindlu zootata babo, kwaza koonyana bakaItamare baba yi-8 ababa ziintloko zezindlu zootata babo.
-