1 Kronike 26:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Babekwajongene nazo zonke izinto ezenziwa ngcwele nguSamuweli imboni,+ uSawule unyana kaKishe, uAbhinere+ unyana kaNere noYowabhi+ unyana kaTseruya.+ UShelomiti nabantakwabo babejongene nazo zonke izinto ezazenziwe ngcwele nguye nabani na.
28 Babekwajongene nazo zonke izinto ezenziwa ngcwele nguSamuweli imboni,+ uSawule unyana kaKishe, uAbhinere+ unyana kaNere noYowabhi+ unyana kaTseruya.+ UShelomiti nabantakwabo babejongene nazo zonke izinto ezazenziwe ngcwele nguye nabani na.