1 Kronike 27:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Owesine yayinguAsaheli+ umntakwaboYowabhi+ ibe wayephethe kwinyanga yesine. UZebhadiya unyana wakhe waphatha emva kwakhe, iqela lakhe linabantu abayi-24 000.
7 Owesine yayinguAsaheli+ umntakwaboYowabhi+ ibe wayephethe kwinyanga yesine. UZebhadiya unyana wakhe waphatha emva kwakhe, iqela lakhe linabantu abayi-24 000.