1 Kronike 27:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UAzimaveti unyana ka-Adiyeli wayejongene noovimba bobutyebi bukakumkani.+ UYonatan unyana kaUziya wayejongene noovimba* emasimini, ezixekweni, kwiidolophana nakwiinqaba.
25 UAzimaveti unyana ka-Adiyeli wayejongene noovimba bobutyebi bukakumkani.+ UYonatan unyana kaUziya wayejongene noovimba* emasimini, ezixekweni, kwiidolophana nakwiinqaba.