1 Kronike 27:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 UYonatan,+ unyana womntakwaboDavide, wayengumcebisi, indoda enokuqonda, ekwangunobhala. UYehiyele unyana kaHakemoni wayejongene noonyana bakakumkani.+
32 UYonatan,+ unyana womntakwaboDavide, wayengumcebisi, indoda enokuqonda, ekwangunobhala. UYehiyele unyana kaHakemoni wayejongene noonyana bakakumkani.+