28 UDavide wabiza zonke iinkosana zakwaSirayeli eYerusalem: iinkosana zezizwe, abaphathi bamaqela+ asebenzela ukumkani, iintloko zamawaka neentloko zamakhulu,+ abaphathi bazo zonke izinto nemfuyo kakumkani+ neyoonyana bakhe,+ amagosa enkundla namadoda anamandla naneziphiwo.+