-
1 Kronike 28:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Sekunjalo, uYehova uThixo kaSirayeli wakhetha mna phakathi kwabo bonke abendlu katata ukuba ndibe ngukumkani kuSirayeli ngonaphakade,+ kuba wakhetha uYuda ukuba abe yinkokheli,+ endlini kaYuda wakhetha indlu katata,+ yaye koonyana bakatata wakhetha mna, waza wandenza ukumkani phezu koSirayeli wonke.+
-