1 Kronike 28:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “Wathi kum, ‘NguSolomon unyana wakho oza kwakha indlu yam neeyadi zam, kuba nguye endimkhethileyo ukuba abe ngunyana wam, yaye mna ndiza kuba ngutata wakhe.+
6 “Wathi kum, ‘NguSolomon unyana wakho oza kwakha indlu yam neeyadi zam, kuba nguye endimkhethileyo ukuba abe ngunyana wam, yaye mna ndiza kuba ngutata wakhe.+