1 Kronike 28:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko, uDavide wanika uSolomon unyana wakhe iplani+ yokwakha iveranda,+ izindlu zayo, oovimba bayo, amagumbi ayo aseluphahleni, amagumbi ayo angaphakathi nendlu yokuhlawulela.+
11 Emva koko, uDavide wanika uSolomon unyana wakhe iplani+ yokwakha iveranda,+ izindlu zayo, oovimba bayo, amagumbi ayo aseluphahleni, amagumbi ayo angaphakathi nendlu yokuhlawulela.+