1 Kronike 29:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ubutyebi nozuko busuka kuwe,+ ulawula yonke into,+ yaye amandla+ nokomelela+ kusesandleni sakho, isandla sakho siyakwazi ukwenza nabani na abe mkhulu+ nokuzinika amandla zonke izinto.+
12 Ubutyebi nozuko busuka kuwe,+ ulawula yonke into,+ yaye amandla+ nokomelela+ kusesandleni sakho, isandla sakho siyakwazi ukwenza nabani na abe mkhulu+ nokuzinika amandla zonke izinto.+