2 Kronike 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 USolomon unyana kaDavide waya esiba namandla ebukumkanini bakhe, yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye ibe wamenza mkhulu kakhulu.+
1 USolomon unyana kaDavide waya esiba namandla ebukumkanini bakhe, yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye ibe wamenza mkhulu kakhulu.+