2 Kronike 1:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Isibingelelo+ sekopolo esenziwa nguBhetsaleli+ unyana kaUri unyana kaHure, sasibekwe phambi kwentente engcwele kaYehova, yaye uSolomon nebandla babethandaza phambi kwayo.*
5 Isibingelelo+ sekopolo esenziwa nguBhetsaleli+ unyana kaUri unyana kaHure, sasibekwe phambi kwentente engcwele kaYehova, yaye uSolomon nebandla babethandaza phambi kwayo.*