2 Kronike 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Waphinda wathi: “Makadunyiswe uYehova uThixo kaSirayeli, owenza amazulu nomhlaba, ngenxa yokuba unike uKumkani uDavide unyana osisilumko,+ ocingayo nonengqondo,+ oya kumakhela indlu uYehova, azakhele nendlu yobukumkani.
12 Waphinda wathi: “Makadunyiswe uYehova uThixo kaSirayeli, owenza amazulu nomhlaba, ngenxa yokuba unike uKumkani uDavide unyana osisilumko,+ ocingayo nonengqondo,+ oya kumakhela indlu uYehova, azakhele nendlu yobukumkani.