2 Kronike 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UKumkani uSolomon nalo lonke ibandla lamaSirayeli elalibiziwe ngukumkani, babephambi kweTyeya. Iigusha neenkomo ezazibingelelwa+ zazininzi kangangokuba zazingenakubalwa.
6 UKumkani uSolomon nalo lonke ibandla lamaSirayeli elalibiziwe ngukumkani, babephambi kweTyeya. Iigusha neenkomo ezazibingelelwa+ zazininzi kangangokuba zazingenakubalwa.