-
2 Kronike 5:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Kanye ngelo xesha, xa abavutheli-maxilongo neemvumi babedumisa yaye bebulela uYehova kunye, kukhala namaxilongo, amacangci nezinye izixhobo zomculo, njengoko babedumisa uYehova besithi, “kuba ulungile, uthando lwakhe olungagungqiyo luhlala lukho ngonaphakade,”+ indlu, indlu kaYehova yagcwala lilifu.+
-