13 (Kuba uSolomon wayenze iqonga lekopolo walibeka embindini weyadi.+ Ubude balo babuziikubhite ezintlanu, liziikubhite ezintlanu ububanzi, nokuphakama kwalo kuziikubhite ezintathu, yaye wema phezu kwalo.) Waguqa phambi kwalo lonke ibandla lamaSirayeli, waphakamisela izandla zakhe ezulwini,+