2 Kronike 6:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Uze ummamele umkhonzi wakho xa ecela uncedo, nabantu bakho amaSirayeli xa bethandaza bejonge kwicala ekulo le ndawo,+ yaye kwanga ungeva ukwindawo ohlala kuyo emazulwini.+ Kwanga ungeva uze ubaxolele.+
21 Uze ummamele umkhonzi wakho xa ecela uncedo, nabantu bakho amaSirayeli xa bethandaza bejonge kwicala ekulo le ndawo,+ yaye kwanga ungeva ukwindawo ohlala kuyo emazulwini.+ Kwanga ungeva uze ubaxolele.+