2 Kronike 6:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 kwanga ungasiva usemazulwini, ungenelele uze ubagwebe abakhonzi bakho ngokumbuyekeza umenzi-bubi, umgwebe ngento ayenzileyo,+ nangokumvakalisa engenatyala* olilungisa, uze umvuze ngobulungisa bakhe.+
23 kwanga ungasiva usemazulwini, ungenelele uze ubagwebe abakhonzi bakho ngokumbuyekeza umenzi-bubi, umgwebe ngento ayenzileyo,+ nangokumvakalisa engenatyala* olilungisa, uze umvuze ngobulungisa bakhe.+