2 Kronike 6:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “Xa amazulu evaliwe kuze kungabikho mvula+ ngenxa yokuba beye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze bejonge kwicala ekulo le ndawo, bezukisa igama lakho, baze basiyeke isono sabo kuba uye wabathoba,*+
26 “Xa amazulu evaliwe kuze kungabikho mvula+ ngenxa yokuba beye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze bejonge kwicala ekulo le ndawo, bezukisa igama lakho, baze basiyeke isono sabo kuba uye wabathoba,*+