-
2 Kronike 7:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Emva koko uSolomon walenza ngcwele ibala elisesiphakathini seyadi, phambi kwendlu kaYehova, kuba wayeza kuwenzela apho umnikelo otshiswayo+ namanqatha emibingelelo yobuhlobo, kuba isibingelelo sekopolo+ awasenzayo uSolomon, sasingazukuwonela umbingelelo otshiswayo, umnikelo wokutya okuziinkozo+ namanqatha.+
-