2 Kronike 7:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Emva koko baza kuthi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova+ uThixo wookhokho babo, owabakhupha kwilizwe laseYiputa,+ bamkela abanye oothixo, baqubuda kubo baza babakhonza.+ Yiyo le nto eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+
22 Emva koko baza kuthi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova+ uThixo wookhokho babo, owabakhupha kwilizwe laseYiputa,+ bamkela abanye oothixo, baqubuda kubo baza babakhonza.+ Yiyo le nto eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+