2 Kronike 8:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa akukho namnye kumaSirayeli owenziwa ikhoboka nguSolomon kumsebenzi wakhe,+ kuba ayengamagorha akhe, abaphathi bamagosa omkhosi, abaphathi babaqhubi beenqwelo nababakhweli-mahashe bakhe.+
9 Kodwa akukho namnye kumaSirayeli owenziwa ikhoboka nguSolomon kumsebenzi wakhe,+ kuba ayengamagorha akhe, abaphathi bamagosa omkhosi, abaphathi babaqhubi beenqwelo nababakhweli-mahashe bakhe.+