2 Kronike 8:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kwakhona uSolomon wayisusa intombi kaFaro+ kwisiXeko SikaDavide wayisa kwindlu awayeyakhele yona,+ kuba wathi: “Nangona ingumfazi wam, ayifanele ihlale kwindlu kaKumkani uDavide wakwaSirayeli, kuba iindawo eze kuzo iTyeya kaYehova zingcwele.”+
11 Kwakhona uSolomon wayisusa intombi kaFaro+ kwisiXeko SikaDavide wayisa kwindlu awayeyakhele yona,+ kuba wathi: “Nangona ingumfazi wam, ayifanele ihlale kwindlu kaKumkani uDavide wakwaSirayeli, kuba iindawo eze kuzo iTyeya kaYehova zingcwele.”+