2 Kronike 8:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Imihla ngemihla wayenikela imibingelelo ngokomyalelo kaMoses ngeeSabatha,+ ngokuthwasa kweenyanga+ nangamatheko amiselweyo aba kathathu ngonyaka,+ iTheko Lezonka Ezingenagwele,+ iTheko Leeveki+ neTheko Lamakhusi.*+
13 Imihla ngemihla wayenikela imibingelelo ngokomyalelo kaMoses ngeeSabatha,+ ngokuthwasa kweenyanga+ nangamatheko amiselweyo aba kathathu ngonyaka,+ iTheko Lezonka Ezingenagwele,+ iTheko Leeveki+ neTheko Lamakhusi.*+