2 Kronike 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko ukumkanikazi waseShebha wanika ukumkani iitalente* zegolide eziyi-120,+ ioli yebhalsam eninzi namatye axabisekileyo. Akuzange kuphinde kuziswe oli ininzi njengaleyo yanikwa uKumkani uSolomon.+
9 Emva koko ukumkanikazi waseShebha wanika ukumkani iitalente* zegolide eziyi-120,+ ioli yebhalsam eninzi namatye axabisekileyo. Akuzange kuphinde kuziswe oli ininzi njengaleyo yanikwa uKumkani uSolomon.+