2 Kronike 9:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 namakhaka amancinci egolide exutyiweyo ayi-300 (iziimina* ezintathu zegolide kwikhaka ngalinye). Emva koko ukumkani wawabeka kwiNdlu Yehlathi LaseLebhanon.+
16 namakhaka amancinci egolide exutyiweyo ayi-300 (iziimina* ezintathu zegolide kwikhaka ngalinye). Emva koko ukumkani wawabeka kwiNdlu Yehlathi LaseLebhanon.+