2 Kronike 9:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ibe kwakukho iingonyama eziyi-12+ ezazimi kwezo zitepsi zintandathu, inye kweli cala nakweliya cala, kuzo zonke izitepsi. Asikho esinye isizwe esakha senza into efana naleyo.
19 Ibe kwakukho iingonyama eziyi-12+ ezazimi kwezo zitepsi zintandathu, inye kweli cala nakweliya cala, kuzo zonke izitepsi. Asikho esinye isizwe esakha senza into efana naleyo.