2 Kronike 9:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 USolomon wabekwa kookhokho bakhe. Wangcwatyelwa kwisiXeko SikaDavide utata wakhe,+ waza uRehobhoham unyana wakhe wangena ezihlangwini zakhe.+
31 USolomon wabekwa kookhokho bakhe. Wangcwatyelwa kwisiXeko SikaDavide utata wakhe,+ waza uRehobhoham unyana wakhe wangena ezihlangwini zakhe.+