-
2 Kronike 10:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Aba bafana babekhule naye bathi: “Kubantu abathe kuwe, ‘Utata wakho wayenza nzima idyokhwe yethu, kodwa wena khawuyenze ibe khaphukhaphu kuthi,’ yithi kubo, ‘Ucikicane wam uza kuba mkhulu kunesinqe sikatata.
-