2 Kronike 10:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngoko ukumkani akazange abamamele abantu, kuba nguThixo wokwenene owayebangele ukuba izinto zihambe ngolu hlobo,+ ukuze yenzeke into eyathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.
15 Ngoko ukumkani akazange abamamele abantu, kuba nguThixo wokwenene owayebangele ukuba izinto zihambe ngolu hlobo,+ ukuze yenzeke into eyathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.