2 Kronike 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa uYerobhoham+ unyana kaNebhati, isicaka sikaSolomon unyana kaDavide, wasuka wayidelela inkosi yakhe.+
6 Kodwa uYerobhoham+ unyana kaNebhati, isicaka sikaSolomon unyana kaDavide, wasuka wayidelela inkosi yakhe.+