2 Kronike 14:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UAbhiya walala kookhokho bakhe, wangcwatyelwa kwisiXeko SikaDavide,+ waza uAsa unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe. Ngemihla yakhe laphumla ilizwe iminyaka elishumi.
14 UAbhiya walala kookhokho bakhe, wangcwatyelwa kwisiXeko SikaDavide,+ waza uAsa unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe. Ngemihla yakhe laphumla ilizwe iminyaka elishumi.