2 Kronike 14:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UAsa wayenomkhosi wamajoni akwaYuda ayi-300 000 axhobe ngamakhaka amakhulu nemikhonto. Yaye kwaBhenjamin kwakukho amagorha ayi-280 000 aphatha amakhaka amancinci,* axhobe ngezaphetha.*+
8 UAsa wayenomkhosi wamajoni akwaYuda ayi-300 000 axhobe ngamakhaka amakhulu nemikhonto. Yaye kwaBhenjamin kwakukho amagorha ayi-280 000 aphatha amakhaka amancinci,* axhobe ngezaphetha.*+