2 Kronike 16:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UAsa wakhupha isilivere negolide kubutyebi bendlu kaYehova+ nakubutyebi bendlu kakumkani, wazithumela kuKumkani uBhen-hadadi waseSiriya,+ owayehlala eDamasko, esithi:
2 UAsa wakhupha isilivere negolide kubutyebi bendlu kaYehova+ nakubutyebi bendlu kakumkani, wazithumela kuKumkani uBhen-hadadi waseSiriya,+ owayehlala eDamasko, esithi: