2 Kronike 16:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuKumkani uAsa wakwaYuda, wathi kuye: “Kuba uye wathembela* ngokumkani waseSiriya, awathembela* ngoYehova uThixo wakho, umkhosi kakumkani waseSiriya uphuncukile esandleni sakho.+
7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuKumkani uAsa wakwaYuda, wathi kuye: “Kuba uye wathembela* ngokumkani waseSiriya, awathembela* ngoYehova uThixo wakho, umkhosi kakumkani waseSiriya uphuncukile esandleni sakho.+