2 Kronike 17:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Baqalisa ukufundisa kwaYuda, behamba nencwadi yoMthetho kaYehova.+ Bazityhutyha zonke izixeko zakwaYuda befundisa abantu.
9 Baqalisa ukufundisa kwaYuda, behamba nencwadi yoMthetho kaYehova.+ Bazityhutyha zonke izixeko zakwaYuda befundisa abantu.