-
2 Kronike 18:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Emva koko weza kukumkani, waza ukumkani wambuza wathi: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndingayi?” Ngoko nangoko wathi: “Yiya, uza kuphumelela, baza kunikelwa kuwe.”
-