-
2 Kronike 18:29IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
29 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza ngathi ndingomnye umntu, ndiye edabini, kodwa wena nxiba iimpahla zakho zasebukhosini.” Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wazenza ngathi ungomnye umntu, baya edabini.
-