33 Kodwa enye indoda yasuka yatola nje esithubeni ngesaphetha sayo, yagqobhoza ekudibaneni kwezikhuselo zesambatho sentsimbi sikakumkani wakwaSirayeli. Ukumkani wathi kumqhubi wenqwelo yakhe: “Yijike inqwelo siphume edabini, kuba ndenzakele kakhulu.”+