2 Kronike 18:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Laya liqina idabi ngaloo mini, yaye ukumkani wakwaSirayeli kwafuneka agcinwe emile enqwelweni, ejonge ngakumaSiriya de kwangokuhlwa, yaye wafa xa kutshona ilanga.+
34 Laya liqina idabi ngaloo mini, yaye ukumkani wakwaSirayeli kwafuneka agcinwe emile enqwelweni, ejonge ngakumaSiriya de kwangokuhlwa, yaye wafa xa kutshona ilanga.+