2 Kronike 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni waya kudibana noKumkani uYehoshafati waza wathi kuye: “Ngaba umele uncede abenzi-bubi,+ yaye ngaba ufanele uthande abo bamcaphukelayo uYehova?+ Kuba wenze le nto, umcaphukisile uYehova.
2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni waya kudibana noKumkani uYehoshafati waza wathi kuye: “Ngaba umele uncede abenzi-bubi,+ yaye ngaba ufanele uthande abo bamcaphukelayo uYehova?+ Kuba wenze le nto, umcaphukisile uYehova.