-
2 Kronike 19:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Nanini na abazalwana benu abahlala ezixekweni zabo besizisa ityala elinento yokwenza nokuphalazwa kwegazi+ okanye beze kubuza ngomthetho, ngomyalelo, ngommiselo okanye ngezigwebo, nimele nibalumkise ukuze bangabi natyala kuYehova, kungenjalo nina nabazalwana benu niza kufikelwa ngumsindo wakhe. Nimele nenze loo nto ukuze ningabi natyala.
-