2 Kronike 20:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoku ke nanga amadoda akwa-Amoni, akwaMowabhi nawommandla weentaba waseSehire,+ la ungazange uwavumele amaSirayeli awahlasele xa ayephuma kwilizwe laseYiputa. Emka kuwo aza akawatshabalalisa.+
10 Ngoku ke nanga amadoda akwa-Amoni, akwaMowabhi nawommandla weentaba waseSehire,+ la ungazange uwavumele amaSirayeli awahlasele xa ayephuma kwilizwe laseYiputa. Emka kuwo aza akawatshabalalisa.+