2 Kronike 20:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Owu Thixo wethu, awuzukubagweba na?+ Kuba asinawo amandla okumelana naba bantu baninzi kangaka bazokusihlasela, futhi asazi ukuba sithini,+ kodwa amehlo ethu ajonge kuwe.”+
12 Owu Thixo wethu, awuzukubagweba na?+ Kuba asinawo amandla okumelana naba bantu baninzi kangaka bazokusihlasela, futhi asazi ukuba sithini,+ kodwa amehlo ethu ajonge kuwe.”+