2 Kronike 20:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Wathi: “Mamelani nonke maYuda nani bantu baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Uthi uYehova kuni, ‘Sanukoyika okanye nothuke ngenxa yaba bantu baninzi, kuba idabi ayilolenu, kodwa lelikaThixo.+
15 Wathi: “Mamelani nonke maYuda nani bantu baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Uthi uYehova kuni, ‘Sanukoyika okanye nothuke ngenxa yaba bantu baninzi, kuba idabi ayilolenu, kodwa lelikaThixo.+