25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe bayokuzithaphulela izinto kwezo zidumbu, yaye bazifumana zaninzi, iimpahla nezinto ezixabisekileyo. Bazithatha de ababi nandlela yakuziphatha ezinye.+ Kwaqengqeleka iintsuku ezintathu bezithutha ezo zinto, kuba zazininzi kakhulu.